Kufayayo Interlud

Abazali bethu ababesuka empini
Babuya sele bedinwe benkxaphile yimpi nemfazwe ababe jongene nayo
Kuba baphuma bayolwa
Babuyela ekhayeni
Izixhobo ezi babesilwa ngazo
Azitshabalalanga zisekhona amathemba ngoku ko tatomkhulu
Nogogo ngokumka kwenkomozabo
Sele kuxhomekeke kuthi
Ulutsha oluρhila namhlanje
Lizabalazela ingomso labantwana abakhula ngomso
akhonto [C7]ilula nalaρha kuthi kuyavakala
Sithi ofayayo
Lomagama aρhuma Kanye Kanye xasijongene nemeko
Ezinzima ezimaxongo
Siyatabalaza sizokwenzantoni coz ukuhlala ρhantsi akuzusiρhathela nto [C7]kodwa ke lisamile igama esilishiyelwe ngabo kwimpi namadabi ebekudala bewalwa kulomhlaba
Kufa ayayo
Ndifuna kelonto [C7]siyibethelele izikisisise ukuhlala aρhakuthi ezingqondweni

Sikhumbule into [C7]yoba sisukaρhi kwaye sisingisele ρhi

Camagu
Đăng nhập hoặc đăng ký để bình luận